Amalungu angaphezulu kwamakhulu amabini (200) amahlelo i- St. John ne-St. Chad aphuma kumabandla awohlukeneyo, aye adibana kwibandla elise-Zone 4 elikhokelwa nguMfundisi uLungiswa Mkiva ngenjongo yokubhiyozela isikhumbuzo seminyaka engamashumi amathandathu (60) okusekwa kwamabandla abo.