NgoMgqibelo odlulileyo uMbutho wamaNqindi waseMpuma Kapa/Koloni waye wachophela umnyhadala wokhuphiswano lweembethi-manqindi ezikudidi labaqalayo kwiHolo loLuntu laseZwelitsha, apho waye waqalisa ukususela ngentsimbi ye-10:00 kusasa ukuya kuphela ngeye-22:00 ebusuku. (more…)