Faka ishishini lakho

Faka ishishini lakho ukuze livele kuluhlu lwamashishini aseZwelitsha neziphaluka
  • IINKCUKACHA ZAKHO

  • IINKCUKACHA ZESHISHINI

  • Ukuba ishishini lakho alinagama sebenzisa  igama nefani yakho

  • ngolwasemzini bathi yiDescription
  • Ukuba le nombolo ayohlukanga kwicellphone yakho phinda ufake iCellphone yakho

  • Ukuba unayo iwebsite okanye ifacebook page yeshishini

  • Ilogo yeshishini okanye umfanekiso wokuthengiswa lishishini

  • EZINYE

Kule page unethuba lokufaka iinkcukacha zeshishini lakho elikhasayo okanye ekudala likhona.

Emva kokuba ufake iinkcukacha zeshishini, uzakufumana umyalezo ukuba ishishini lakho lifakiwe kodwa aluzukuvela ngoko nangoko.

Kuqala umakhi wewebsite uzakubona ukuba iinkcukacha ezifakiweyo ziphilile.

Emva kokuba ezibonile iinkcukacha umakhi uzakunika igunya ukuba ishishini lakho lube yinxalenye yamanye amashishini akuluhlu lwamashishini akwiwebsite.

Ukufaka ishishini lakho lenza kube lula ukufumaneka kweshishini xa abantu bekubuza ngalo.

Ukhumbule ke ukufaka ishishini akubizi niks!!!